Ubomi buka SEK Mqhayi kunye nemibhalo: ingxelo ngexesha
Sifikelela emva kwixesha lokuzalwa kukayisemkhulu kaS.E.K. Mqhayi siyephambi kwixesha lokutyhilwa kwesikhumbuzo sakhe ngo-1951, lomgama uthetha ngembali yakhe, ixesha lakhe kunye nexesha elizayo.
Yabelana ngalendlela:
Ikhredithi
I-FHYA ithanda ukwenza umbulelo ongazenzisiyo kwithala leencwadi iCory ngokuzinikela nokwenza ithala labo lifikeleleke eluntwini, kunye nesisa sabasebenzi beli thala ekwenzeni lo mboniso ube yimpumelelo. Lo mboniso ulungiselelwe yi-FHYA ngo-2023, isebenzisa ulwazi oluqokelelwe nguSanele kaNtshingana ngentsebenziswano neCory Library. Ugcino-vimba lulungiselelwe nguBenathi Marufu exhaswe nguDebra Pryor. Uyilo lobugcisa, olwephepha kunye nophuhliso luqulunqwe lalungiselelwa nguVanessa Chen exhaswe yiStudio de Greef. Inkxaso kwezobuchwephetshenguHussein Suleman. Umxholo obhaliweyo uveliswe nguSanele kaNtshingana noSteve Kotze. Inkxaso kuhlelo nakwingqiqo yalo mboniso ivela kuCarolyn Hamilton. Iprojekthi ekhethekileyo yokuqulunqa nokuphuhlisa isiXhosa kulo mboniso lwenziwe nguSanele kaNtshingana, uHleze Kunju noBenathi Marufu. Imiboniso yethu igcinwe apha. Ukuba unqwenela ukwenza igalelo, sebenzisa eli khonkco.

EMANDULO
I-EMANDULO liqonga lomnathazwe oluzama ukuphuhlisa imithombo yolwazi etyebileyo echaphazela imbali ye-Afrika esezantsi phambi kobukoloniyali kwindawo namhlanje ebizwa ngokuba yi-eSwatini, KwaZulu-Natal, Lesotho, kunye neMpuma Kapa.
